Ilevitikus 22:4 XHO75

4 Umntu ngomntu ongowembewu ka-Aron, oneqhenqa, nobhobhozayo, makangazidli izinto ezingcwele, ade ahlambuluke. Nalowo umchukumisayo wonke ubani oyinqambi ngofileyo, nendoda esukuba incola;

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 22

imbono Ilevitikus 22:4 kwimeko