14 Ize ningadli sonka, nakhweba, nangqolowa intsha, ide ibe yinkqu yayo loo mini, nizisa ngayo umsondezo kaThixo wenu: ngummiselo ongunaphakde ezizukulwaneni zenu, emakhayeni enu onke.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 23
imbono Ilevitikus 23:14 kwimeko