Ilevitikus 24:10 XHO75

10 Ke kaloku kwaphuma unyana womSirayelikazi phakathi koonyana bakaSirayeli; waye engunyana womYiputa. Lo nyana womSirayelikazi nomfo wakwaSirayeli bantlalana eminqubeni,

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 24

imbono Ilevitikus 24:10 kwimeko