Ilevitikus 25:25 XHO75

25 Xa athe umzalwana wakho wanzonza, wathengisa ngento yelifa lakhe, makeze owalamana naye ofanele ukumkhulula, ayikhulule ngokuyihlawulela loo nto wathengisa ngayo umzalwana wakhe.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 25

imbono Ilevitikus 25:25 kwimeko