Ilevitikus 25:30 XHO75

30 Ukuba ithe ayakhululwa ngentlawulelo, wada wazaliseka waphela umnyaka, yoqiniselwa kuphele indlu esemzini onodonga, kulowo wayithengayo ezizukulwaneni zakhe; ayi kuphuma ngomnyaka wentlokoma.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 25

imbono Ilevitikus 25:30 kwimeko