Ilevitikus 25:33 XHO75

33 Ethe yathengwa kubaLevi, indlu ekuthengiswe ngayo emzini welifa lakhe, yophuma ngomnyaka wentlokoma; ngokuba izindlu zemizi yabaLevi zililifa labo phakathi koonyana bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 25

imbono Ilevitikus 25:33 kwimeko