4 ke umnyaka wesixhenxe woba yisabatha yesabatha kulo ilizwe, isabatha kuYehova. Uze ungayihlwayeli intsimi yakho, ungasitheni isidiliya sakho;
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 25
imbono Ilevitikus 25:4 kwimeko