1 Ize ningazenzeli izinto ezingení, nomfanekiso oqingqiweyo, ningaziphakamiseli isimiso samatye, ningagxumeki ilitye elingumfanekiso ezweni lenu, ukuba niqubude kulo; ngokuba ndinguYehova, uThixo wenu.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 26
imbono Ilevitikus 26:1 kwimeko