25 Ndonizisela ikrele eliyiphindezelayo impindezelo yomnqophiso. Nokuba nihlanganiséne emizini yenu, ndothuma indyikitya yokufa phakathi kwenu, ninikelwe esandleni sotshaba.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 26
imbono Ilevitikus 26:25 kwimeko