30 Ndozitshabalalisa izigánga zenu, ndizigawule iintsika zenu zelanga, ndiziphose izidumbu zenu phezu kwezidumbu zezigodo ezizizithixo zenu; umphefumlo wam udimale níni.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 26
imbono Ilevitikus 26:30 kwimeko