Ilevitikus 26:33 XHO75

33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga, ndirhole ikrele lam emva kwenu, ilizwe lenu kube senkangala, imizi yenu ibe ngamanxuwa.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 26

imbono Ilevitikus 26:33 kwimeko