Ilevitikus 27:14 XHO75

14 Xa athe umntu wayingcwalisa indlu yakhe ukuba ibe ngcwele kuYehova, umbingeleli makayilinganisele, abethe phakathi kwelungileyo nembi; njengoko umbingeleli ayilinganiseleyo, yoqiniseka ngokunjalo.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 27

imbono Ilevitikus 27:14 kwimeko