Ilevitikus 27:26 XHO75

26 Ngamazibulo odwa ezintweni ezizitho ziné, azítyulelwa kuYehova, angayi kungcwaliswa mntu, nokuba yinkomo, nokuba yimvu; ngakaYehova.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 27

imbono Ilevitikus 27:26 kwimeko