33 Makangagocagoci phakathi kwelungileyo nembi, angayanani; ukuba uthe wayanana ukuyanana oku, mayibe ngcwele yona, naleyo kwananwe ngayo mayingakhululwa ngentlawulelo.
funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 27
imbono Ilevitikus 27:33 kwimeko