Ilevitikus 5:7 XHO75

7 Ukuba ke isandla sakhe sithe asaba nakuyifumana into elingana netakane, wózisa kuYehova idini letyala lakhe oné ngalo, amahobe abe mabini, nokuba ngamagobo evukuthu abe mabini, elinye libe lidini lesono, elinye libe lidini elinyukayo.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 5

imbono Ilevitikus 5:7 kwimeko