Ilevitikus 6:12 XHO75

12 Ke umlilo ophezu kwesibingelelo mawuhlale usitsha kuso, ungacimi; umbingeleli abáse iinkuni phezu kwawo imiso ngemiso, acwangcise phezu kwawo idini elinyukayo, aqhumisele phezu kwalo ngamanqatha ombingelelo woxolo.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 6

imbono Ilevitikus 6:12 kwimeko