Ilevitikus 6:2 XHO75

2 Xa ubani athe wona ngokumeneza, emeneza kuYehova, wayikhanyela kummelwane wakhe into ebibekwe kuye, nokuba yinto esisibambiso, nokuba yinto exhakamfulweyo, nokuba umcudisile ummelwane wakhe,

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 6

imbono Ilevitikus 6:2 kwimeko