Ilevitikus 6:25 XHO75

25 Thetha kuAron nakoonyana bakhe, uthi, Nguwo lo umyalelo wedini lesono: apho kuxhelelwa khona idini elinyukayo, loxhelelwa khona idini lesono phambi koYehova; liyingcwele kangcwele lona.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 6

imbono Ilevitikus 6:25 kwimeko