Ilevitikus 8:28 XHO75

28 Wazithabatha uMoses ezandleni zabo, waqhumisela ngazo esibingelelweni, phezu kwedini elinyukayo: zaba lumiselo, laba livumba elithozamisayo, kwaba kukudla kwasemlilweni kuYehova oko.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 8

imbono Ilevitikus 8:28 kwimeko