Ilevitikus 8:30 XHO75

30 Wacaphula uMoses eolini yokuthambisa, nasegazini elisesibingelelweni, wafefa kuAron nasezambathweni zakhe, nakoonyana bakhe, nasezambathweni zoonyana bakhe kunye naye, wamngcwalisa uAron nezambatho zakhe, noonyana bakhe nezambatho zoonyana bakhe kunye naye.

funda isahluko epheleleyo Ilevitikus 8

imbono Ilevitikus 8:30 kwimeko