Inumeri 16:17 XHO75

17 nithabathe elowo ugcedevu lwakhe, nibeke isiqhumiso phezu kwazo, nisondeze phambi koYehova, elowo abe nogcedevu lwakhe, iingcedevu ezimakhulu mabini anamanci mahlanu; nawe noAron elowo abe nogcedevu lwakhe.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 16

imbono Inumeri 16:17 kwimeko