Inumeri 16:18 XHO75

18 Bathabatha ke elowo ugcedevu lwakhe, babeka umlilo kuzo, babeka isiqhumiso phezu kwazo, bema emnyango wentente yokuhlangana noMoses noAron.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 16

imbono Inumeri 16:18 kwimeko