Inumeri 16:19 XHO75

19 UKora walibizela ndawonye ngabo ibandla lonke emnyango wentente yokuhlangana. Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova kwibandla lonke.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 16

imbono Inumeri 16:19 kwimeko