Inumeri 18:6 XHO75

6 Mna ke, yabona, ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli; nibanikiwe bangumnikelo kuYehova wokusebenza umsebenzi wentente yokuhlangana.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 18

imbono Inumeri 18:6 kwimeko