Inumeri 18:7 XHO75

7 Ke wena noonyana bakho ndawonye nawe, nòbugcina ububingeleli benu ezintweni zonke zesibingelelo, nangaphaya komkhusane; nisebenze umsebenzi. Ndininika ububingeleli ukuba bube ngumsebenzi eniwunikiweyo. Owasemzini osondelayo uya kubulawa.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 18

imbono Inumeri 18:7 kwimeko