Inumeri 18:8 XHO75

8 Wathetha uYehova kuAron, esithi, Yabona, mna ndikunika isigxina semirhumo yam, ezintweni zonke ezingcwele zoonyana bakaSirayeli; ndisinika wena noonyana bakho sibe ngumxhesho, sibe ngummiselo ongunaphakade.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 18

imbono Inumeri 18:8 kwimeko