Inumeri 21:23 XHO75

23 Akawavumela uSihon amaSirayeli ukuba acande emdeni wakhe. USihon wahlanganisa bonke abantu bakhe, waphuma waya kuwahlangabeza amaSirayeli entlango, wafika eYatsa, walwa namaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 21

imbono Inumeri 21:23 kwimeko