Inumeri 21:24 XHO75

24 AmaSirayeli amxabela ngohlangothi lwekrele, alihlutha ilizwe lakhe, athabathela eArnon, esa eYabhoki, esa koonyana baka-Amon; ngokuba umda woonyana baka-Amon ubuliqele.

funda isahluko epheleleyo Inumeri 21

imbono Inumeri 21:24 kwimeko