Uyoshuwa 1:18 XHO75

18 Bonke abantu abaphikisa umlomo wakho, bangàwaphulaphuli amazwi akho entweni yonke osiwisela umthetho ngayo, mababulawe; kodwa ke yomelela, ukhaliphe wena.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:18 kwimeko