Uyoshuwa 2:1 XHO75

1 UYoshuwa unyana kaNun wesusa amadoda amabini aziintlola, esithi ngasese, Hambani niye kulikhangela ilizwe neYeriko.Ahamba ke, aya endlwini yenkazana elihenyukazi, egama linguRahabhi, alala khona.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 2

imbono Uyoshuwa 2:1 kwimeko