Uyoshuwa 1:6 XHO75

6 Yomelela ukhaliphe; ngokuba wena uya kulabela bona aba bantu elo lizwe ndabafungela lona ooyise, ukuba ndiya kubanika.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:6 kwimeko