Uyoshuwa 1:7 XHO75

7 Kodwa ke yomelela, ukhaliphe kunene, ukuze ugcine ukwenza ngokomyalelo wonke, awakuwisela wona uMoses umkhonzi wam. Musa ukutyekela ekunene nasekhohlo kuwo, ukuze wenze ngengqiqo apho sukuba usiya khona.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:7 kwimeko