Uyoshuwa 1:8 XHO75

8 Ize ingesuki incwadi yaló myalelo emlonyeni wakho; uze ucinge ngayo imini nobusuku, ukuze ugcine, ukwenze konke okubhaliweyo kuyo; ngokuba wòba nokuphumelela ngendlela yakho oko, ukwenze ngengqiqo oko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:8 kwimeko