Uyoshuwa 1:9 XHO75

9 Yabona, ndikuwisele umthetho wokuba womelele, ukhaliphe. Musa ukunkwantya, ungaqhiphuki umbilini; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe, apho sukuba usiya khona.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:9 kwimeko