Uyoshuwa 10:10 XHO75

10 UYehova wabadubaduba phambi kwamaSirayeli, ababulala ngobulawo olukhulu eGibheyon; abasukela ngendlela enyuka iye eBhete-horon, ababulala kwada kwesa eAzeka, kwada kwesa naseMakeda.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:10 kwimeko