Uyoshuwa 10:11 XHO75

11 Kwathi, ekusabeni kwabo phambi kwamaSirayeli, besethambekeni laseBhete-horon, uYehova wabathobela amatye amakhulu ezulwini, kwada kwesa eAzeka, bafa. Babaninzi abafa ngamatye esichotho, kunababulawáyo ngoonyana bakaSirayeli ngekrele.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:11 kwimeko