Uyoshuwa 10:23 XHO75

23 Benjenjalo ke; babakhupha emqolombeni, beza kuye abo kumkani bobahlanu, ukumkani waseYerusalem, nokumkani waseHebron, nokumkani waseYarmuti, nokumkani waseLakishe, nokumkani wase-Eglon.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:23 kwimeko