Uyoshuwa 10:24 XHO75

24 Kwathi, bakubakhupha, babása kuYoshuwa abo kumkani; wawabiza uYoshuwa onke amadoda akwaSirayeli, wathi kubaphathi bamadoda okulwa ababehambe naye, Sondelani, nibanyathele entanyeni aba kumkani. Basondela ke, babanyathela ezintanyeni zabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:24 kwimeko