Uyoshuwa 10:8 XHO75

8 Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukuboyika; kuba ndibanikele esandleni sakho; akuyi kuma ndoda kubo phambi kwakho.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:8 kwimeko