Uyoshuwa 11:12 XHO75

12 Yonke imizi yabo kumkani, nabo kumkani bayo bonke, wabathimba uYoshuwa; wababulala ngohlangothi lwekrele, wabatshabalalisa, njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wawisayo umthetho.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:12 kwimeko