Uyoshuwa 13:13 XHO75

13 Noko ke oonyana bakaSirayeli abawagqogqanga amaGeshuri, namaMahakati; ahleli amaGeshuri namaMahakati phakathi kwamaSirayeli unanamhla.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:13 kwimeko