Uyoshuwa 13:14 XHO75

14 Sisizwe sakwaLevi sodwa angasinikanga lifa; ukudla kwasemlilweni kukaYehova uThixo wamaSirayeli lilifa laso, njengoko wathethayo kuso.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:14 kwimeko