Uyoshuwa 14:10 XHO75

10 Khangela ke ngoko, uYehova undisindisile njengoko watshoyo, le minyaka imashumi mané anamihlanu, kususela koko walithethayo uYehova elo lizwi kuMoses, oko amaSirayeli abehamba entlango; yabona ke, ngoku namhla ndiminyaka imashumi asibhozo anamihlanu ndizelwe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:10 kwimeko