Uyoshuwa 14:11 XHO75

11 Ndisomelele nanamhla, kwanjengamini wandithumayo uMoses; njengoko ayenjalo amandla am oko, asenjalo nangoku amandla am okulwa, kwaawokuphuma nawokubuya.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:11 kwimeko