Uyoshuwa 15:5 XHO75

5 Umda wasempumalanga luLwandle lweTyuwa, use ekupheleni kweYordan. Umda wecala langasentla wathabathela encamini yolwandle, ekupheleni kweYordan;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:5 kwimeko