Uyoshuwa 15:6 XHO75

6 wenyuka umda waya eBhete-hogela, wegqitha waya emantla eBhete-arabha, wajika umda waya etyeni likaBhohan unyana kaRubhen.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:6 kwimeko