Uyoshuwa 15:7 XHO75

7 Wenyuka umda waya eDebhiri, uvela entilini yeAkore, wabheka entla eGiligali, malunga nokunyuka kweAdumin ngasezantsi komlanjana; wegqitha apho waya emanzini ase-En-shemeshe, ukuma kwawo wema nge-En-rogele.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:7 kwimeko