Uyoshuwa 16:10 XHO75

10 Abawagqogqanga amaKanan abemi eGezere. Ema amaKanan phakathi kwamaEfrayim unanamhla, akhonza efakwa uviko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 16

imbono Uyoshuwa 16:10 kwimeko