Uyoshuwa 17:1 XHO75

1 Saba neqashiso naso isizwe sakwaManase; ngokuba ngowamazibulo kuYosefu. Laba noMakire, owamazibulo kuManase, laba noyise kaGiliyadi; laba naye elaseGiliyadi nelaseBhashan, kuba ebeyindoda yokulwa;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:1 kwimeko