Uyoshuwa 17:16 XHO75

16 Bathi oonyana bakaYosefu, Ilizwe eli leentaba alisilingene; ke ziinqwelo zesinyithi kumaKanan onke amiyo ezweni lamathafa aseBheteshehan namagxamesi ayo, kwanasemathafeni aseYizereli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:16 kwimeko